B14-A
Iindlela Zokumeta Nemali
-
Ukumeta Izinto Ezingamanzi
-
Ikore (iibhate eziyi-10 / iihin eziyi-60)
220 L
-
Ibhate (iihin eziyi-6)
22 L
-
Ihin (iiloge eziyi-12)
3,67 L
-
Iloge (iihin eziyi-1 ⁄ 12)
0,31 L
-
Ukumeta Izinto Ezomileyo
-
Ihomere (ikore eyi-1 / iiefa eziyi-10)
220 L
-
Iefa (iiseha eziyi-3 /iiomere eziyi-10)
22 L
-
Iseha (iiomere eziyi-31 ⁄ 3)
7,33 L
-
Iomere (iikabhe eziyi-14 ⁄ 5)
2,2 L
-
Ikabhe
1,22 L
-
IQuart
1,08 L
-
Ukumeta Ubude
-
Ingcongolo ende (iikubhite ezinde eziyi-6)
3,11 m
-
Ingcongolo (iikubhite eziyi-6)
2,67 m
-
Ifatom
1,8 m
-
Ikubhite ende (ububanzi bezandla eziyi-7)
51,8 cm
-
Ikubhite (ububanzi bezandla eziyi-6)
44,5 cm
-
Ikubhite emfutshane
38 cm
-
Ibala lemidlalo elinye laseRoma
1 ⁄ 8 yemayile yaseRoma=185 m
-
1 Ububanzi bomnwe (i-1 ⁄ 4 yobubanzi besandla)
1,85 cm
-
2 Ububanzi besandla (iminwe eyi-4)
7,4 cm
-
3 Ispan (ububanzi bezandla eziyi-3)
22,2 cm