Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ileta Eya Kwabase-Filipi

Izahluko

1 2 3 4

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Imibuliso (1, 2)

    • Kubulelwa uThixo; umthandazo kaPawulos (3-11)

    • Iindaba ezilungileyo zihambela phambili nangona kukho iingxaki (12-20)

    • Ndiphilela uKristu, xa ndisifa ndiyancedakala (21-26)

    • Ziphatheni ngendlela efanele iindaba ezilungileyo (27-30)

  • 2

    • Ukuthobeka kwamaKristu (1-4)

    • Ukuthobeka kukaKristu nokuphakanyiswa kwakhe (5-11)

    • Sebenzelani ukusindiswa (12-18)

      • Ukukhanya njengezibane (15)

    • Kuthunyelwa uTimoti noEpafrodito (19-30)

  • 3

    • Ukungathembeli enyameni (1-11)

      • Ukulahla zonke izinto ngenxa kaKristu (7-9)

    • Ukutyhalela kwizinto ezingaphambili (12-21)

      • Ukuba ngabasezulwini (20)

  • 4

    • Ukumanyana, ukuvuya, ukucinga izinto ezifanelekileyo (1-9)

      • Sanukuba naxhala lanto (6, 7)

    • Kubulelwa izipho ezisuka kumaFilipi (10-20)

    • Imibuliso yokugqibela (21-23)