Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ileta Yokuqala KaYohane

Izahluko

1 2 3 4 5

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Ilizwi lobomi (1-4)

    • Ukuhamba ekukhanyeni (5-7)

    • Kufuneka sizivume izono zethu (8-10)

  • 2

    • UYesu, umbingelelo wokuhlawulela izono zethu (1, 2)

    • Ukuthobela imiyalelo yakhe (3-11)

      • Umyalelo omdala nomtsha (7, 8)

    • Izizathu zokunibhalela (12-14)

    • Sanukulithanda ihlabathi (15-17)

    • Kulumkiswa ngomchasi-Kristu (18-29)

  • 3

    • Singabantwana bakaThixo (1-3)

    • Kuthelekiswa abantwana bakaThixo nabakaMtyholi (4-12)

      • UYesu uza kuyitshabalalisa imisebenzi kaMtyholi (8)

    • Thandanani (13-18)

    • UThixo mkhulu kuneentliziyo zethu (19-24)

  • 4

    • Wavavanyeni amazwi ekuthiwa aphefumlelwe (1-6)

    • Ukumazi nokumthanda uThixo (7-21)

      • “UThixo uluthando” (8, 16)

      • Umntu onothando akoyiki nto (18)

  • 5

    • Umntu okholwayo kuYesu uyaloyisa ihlabathi (1-12)

      • Into ethethwa kukuthanda uThixo (3)

    • Ukuthemba amandla omthandazo (13-17)

    • Lilumkele ihlabathi likaSathana (18-21)

      • Lonke ihlabathi lilawulwa nguSathana (19)