Yiya kwinkcazelo

Imibhalo-ngqangi YeBhayibhile

Ubuncwane Obubhaqwe Enkunkumeni

Isiqwenga sikaRylands seVangeli kaYohane singowona mbhalo-ngqangi mdala wakhe wafunyanwa weZibhalo ZesiGrike ZamaKristu.

Umsongo Wakudala Owawungafundeki

Ngo-1970, abembi bezinto zakudala bafumana umsongo otshileyo e-Ein Gedi. Kodwa ke, okuvuyisayo kukuba bathi bakusebenzisa izinto zeteknoloji yangoku bakwazi ukuwufunda usongiwe unjalo. Kubhalwe ntoni ke kulo msongo?

IBhayibhile Yasinda Ekonakaleni

Ababhali nabakhupheli beBhayibhile babesebenzisa isikhumba nompapiri xa bebhala umyalezo weBhayibhile. Loo mibhalo yokuqala iye yasinda njani de kwangoku?

Isizathu Sokuba Unokuzithemba Iincwadi ZeVangeli

Funda ubungqina obukwimibhalo-ngqangi yamandulo.

Ngaba IBhayibhile Ithetha Ngobomi BukaYesu Ngendlela Echanileyo?

Fumana inkcazelo ngeencwadi zeVangeli neyona mibhalo-ngqangi midala.