Yiya kwinkcazelo

Isondo

Isondo akhonto imbi ngalo, kodwa sifanele sikwazi ukuzibamba xa sineminqweno yalo. Ungayenza njani lo nto kwihlabathi elinabantu abathe phithi lilo?

Harassment and Assault

Ndenze Ntoni Xa Umntu Esenza Izimbo Zokufuna Ukulala Nam?

Funda ukuba kuthetha ukuthini ukwenzelwa izimbo ezibonisa ukuba umntu ufuna ukulala nawe, noko unokukwenza xa ukule ngxaki.

Oko Kuthethwa Ngoontanga Bakho Ngezimbo Ezibonisa Ukuba Umntu Ufuna Ukulala Nawe

Funda ngoko bakuthethayo abantu abahlanu abasebatsha ngezi zimbo, nento omele uyenze ukuba ulixhoba lazo.

Yintoni Endifanele Ndiyazi Ngokuxhatshazwa Ngokwesondo?​—Inxalenye 1: Izilumkiso

Amacebiso amathathu anokukunceda ukuze ungaxhatshazwa ngokwesondo.

Yintoni Endifanele Ndiyazi Ngokuxhatshazwa Ngokwesondo?—Inxalenye 2: Ukuchacha

Funda ukuba bathini abantu abakha baxhatshazwa ngokwesondo nendlela abaye bachacha ngayo.

The Bible’s View

Ndingazicacisa Njani Iinkolelo Zam Ngokulalana?

Ukuba ubunokubuzwa: ‘Awukalali namntu?’ okanye ‘Ucinga ntoni ngokulalana?’ Ngaba unokuzicacisa iinkolelo zakho zokulalana ngeBhayibhile?

Indlela Yokuchaza Iinkolelo Zakho Ngokulalana

Sonke kufuneka sikwazi ukucacisa iinkolelo zethu. Sebenzisa eli phepha ufumane amacebiso okumela iinkolelo zakho.

Ngaba Nyhani Ukumuncana Amalungu Esini Kukwabelana Ngesondo?

Ngaba intombazana inokumitha ngenxa yokumuncwa amalungu esini?

Ngaba Ubufanasini Abulunganga?

Ngaba iBhayibhile ithi amafanasini ngabantu abangalunganga? Ngaba umKristu unokumkholisa uThixo ngoxa etsaleleke kubantu besini esifanayo nesakhe?

Ukucacisa Iinkolelo Zakho Ngobufanasini

Kunzima ukucacisa iinkolelo zakho ngalo mbandela untununtunu. Eli phepha unokubhala kulo liza kukunceda ube neendlela ezifanelekileyo nezichuliweyo zokuthetha ngobufanasini.

Ndithanda Abantu Besini Esifana Nesam—Ngaba Loo Nto Ithetha Ukuba Ndiyigay?

Ngaba yinto ephosakeleyo ukufuna ukuthandana nomntu ofana nawe? Ufanele wenze ntoni?

Maintaining Virtue

Ndingenza Njani Ukuze Ndiyeke Ukuhlala Ndicinga Ngesondo?

Ziintoni onokuzenza xa uqalisa ukucinga ngesondo?

Kuthekani Ngezifungo Zokungabelani Ngesondo?

Ngaba siza kukunceda ukuba ungabelani ngesondo ngaphambi komtshato?

Qiniseka Ngeenkolelo Zakho: Ukuba Nyulu

Eli phepha unokubhala kulo lingakunceda wenze ukhetho olufanelekileyo, kwanaxa ukhuthazelwa ukwabelana ngesondo.

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokuthumelelana Imiyalezo Nemifanekiso Yamanyala Ngefowuni?

Ngaba unyanzelwa ukuba uthumele iifoto zabantu abahamba ze? Iba yintoni imiphumo yokuthumelelana iifoto zabantu abahamba ze? Ngaba kukudlala nje ngothando?

Kutheni Ndifanele Ndingayibukeli Iphonografi?

Iphonografi nokutshaya zifana ngantoni?

Kutheni Ndifanele Ndingayibukeli Iphonografi

Kutheni sifanele siphaphe xa sisebenzisa i-Intanethi?

Ngaba Ulikhoboka Lephonografi?

IBhayibhile inokukunceda uyazi kakuhle ukuba yintoni iphonografi.

Lumkela Iminqweno Engalunganga

Yiba ngathi uyayibona into eyenzekayo phakathi kukaDavide noBhatshebha. Yintoni esinokuyifunda kweli bali?

Indlela Yokuxhathisa Izilingo

Ukukwazi ukuxhathisa izilingo kuluphawu lwamadoda namabhinqa okwenyani. Amacebiso amathandathu anokukunceda uqhubeke usenza okulungileyo nokumelana nestres esibangelwa kukunikezela.

Indlela Yokuxhathisa Isilingo

Xa uYosefu wayelingelwa ukuziphatha kakubi, yintoni eyabangela ukuba enze okulungileyo?