Msebenzele uYehova
Dawunlowuda:
1. Xa wawukhula, yonkintilula.
Usoloku senzokuhle—
Waw’phendula uzushumayele;
Thandaze yonke imihla.
(PRE-CHORUS)
Kodwa uyakhula, abantu bayak’cebisa,
Kuvele kubenzima nokunkqonkqoza entsimini.
Njengoko ukhula, ufunda, ukuz’misela,
Ungamlibal’ uYehova.
Soze akushiye.
(CHORUS)
Ubalulekile kuYehova;
uzak’ nceda.
Zama ukumsebenzelu Tata wethu.
Yehov’ ujongil’
Uvuya kakhulu.
2. Ngok’ ukhulile zitshintshil’ izinto,
Ujongene nobunzima.
Uyoyika, suba nexhala—
Thandaza; ukumamele.
(PRE-CHORUS)
Njengoko ukhula, funda, ukusebenzisa
Inyaniso zinikel’ usikelelwe.
Qhubeka ukhula, ufunda, ukuz’misela,
Ungamlibal’ uYehova.
Soze akushiye.
(CHORUS)
Ubalulekile kuYehova;
uzak’ nceda.
Zama ukumsebenzelu Tata wethu.
Yehov’ ujongil’
Uvuya kakhulu.
(BRIDGE)
Msebenzele uYehova.
Sozu zisole; buza nabany’ ukholwe.
(CHORUS)
Ubalulekile kuYehova;
uzak’ nceda.
Zama ukumsebenzelu Tata wethu.
Yehov’ ujongil’
Uvuya kakhulu.
(BRIDGE)
Msebenzele uYehova.
Sozu zisole; buza nabany’ ukholwe.
Msebenzele uYehova.
Sozu zisole; buza nabany’ ukholwe.