Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Imixholo EkooVukani! Baka-2017

Imixholo EkooVukani! Baka-2017

UVukani! yeyona magazini ibangel’ umdla nesasazwa kakhulu ehlabathini!

Ngo-2017 kusasazwe ooVukani! abangaphezu kwe-360 miliyoni ngeelwimi ezingaphezu kweziyi-100!

AMANGQINA KAYEHOVA

  • “Olo Thando Lwasenza Sachiphiza Iinyembezi” (inyikima eNepal): No. 1

AMANQAKU AWAHLUKAHLUKENEYO

  • Avela Phi Amandla Angaqhelekanga? No. 2

  • Indlela Esinokuwonga Ngayo Umbane: No. 5

  • Ngaba Uzixakekise Ngezinto Ezininzi? No. 4

AMAZWE NABANTU

IMICIMBI NEEMEKO ZEHLABATHI

  • Liya Phi Eli Hlabathi? No. 6

  • Xa Kusehla Iintlekele—Ziintoni Onokuzenza Ukuze Usinde? No. 5

IMIFANEKISO YAMANDULO

IMPILO NAMAYEZA

  • Ingxaki Yolutsha Olungonwabanga: No. 1

INCOKO

  • Ugqirha Wengqondo Ucacisa Ukholo Lwakhe (URajesh Kalaria): No. 4

  • Umntu Owenza Iinkqubo Zekhompyutha Ucacisa Ukholo Lwakhe (UGqr. Fan Yu): No. 3

ISAYENSI

  • Iindlela Ezikhusela Ngazo Elangeni Imbovane YaseSahara: No. 1

  • Indlela Abamile Ngayo Oonokrwece: No. 5

  • Indlela Ehlala Ngayo Inyosi Eyenza Ubusi: No. 2

  • Inkqubo Yemithambo-luvo Esemathunjini: No. 3

  • Iqunube Elinombala Oluhlaza Okhazimlayo: No. 4

  • Uboya Bentini Yaselwandle: No. 3

IZILWANYANA NEZITYALO

OKUFUNDISWA YIBHAYIBHILE

ULWALAMANO LWABANTU

  • Abantwana Abasentlungwini Yokuswelekelwa: No. 2

  • Fundisa Abantwana Ukuthobeka (abazali): No. 6

  • ‘Igama Elihle Lilungile Kunobutyebi Obuninzi’: No. 4

  • Imisebenzi Yasekhaya Ibalulekile (abazali): No. 3

  • Uncumo Lwakho—Isipho Onokuphisa Ngaso: No. 1

  • Ukuba Nombulelo (umtshato): No. 1

  • Ukuzonwabisa Ngeendlela Eziyingozi (abantu abaselula): No. 5

  • Xa Abantwana Bephumile Ekhaya (umtshato): No. 4

  • Xa Umzali Esweleka (abantu abaselula): No. 2

UNQULO

  • Ngaba Nyhani IBhayibhile Ivela KuThixo? No. 3