Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ezinye Izinto Ezinganceda Usapho

Ezinye Izinto Ezinganceda Usapho

IBHAYIBHILE INOLONA KHOKELO LUNOKUTHENJWA. Inceda abayeni namakhosikazi, abazali kunye nolutsha. Imigaqo yayo yenza umntu acinge kakuhle, akwazi nokwenza izigqibo.​—IMizekeliso 1:1-4.

IBHAYIBHILE IPHENDULA EYONA MIBUZO IBALULEKILEYO NGOBOMI, NJENGOTHI:

Siyakucela ukuba uzikhangelele eBhayibhileni iimpendulo zale mibuzo neminye. Bukela ividiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? Skena le khowudi okanye uye ku-www.pr418.com/xh.