Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

ICANDELO 1

‘Amandla Amangalisayo’

‘Amandla Amangalisayo’

Kweli candelo siza kuhlolisisa iingxelo zeBhayibhile ezingqina ukuba uYehova unamandla okudala, okutshabalalisa, okukhusela nawokubuyisela. Ukuqonda indlela uYehova uThixo, ‘onamandla amangalisayo,’ awasebenzisa ngayo ‘amandla akhe amakhulu’ kuza kusenza sibe nesibindi nethemba.—Isaya 40:26.

KWELI CANDELO

ISAHLUKO 4

“UYehova . . . Unamandla Kakhulu”

Ngaba amandla kaThixo afanele asoyikise? Noba uthi ewe noba uthi hayi uchanile.

ISAHLUKO 5

Amandla Okudala—“Umenzi Wezulu Nomhlaba”

Ukususela kwilanga elikhulu ukuya kwingcungcu encinane, indalo kaThixo inokusifundisa into ebalulekileyo ngaye.

ISAHLUKO 6

Amandla Atshabalalisayo—“UYehova Likroti Elinamandla”

Kwenzeka njani ukuba “uThixo woxolo” abe neemfazwe zakhe azilwayo?

ISAHLUKO 7

Amandla Akhuselayo—‘UThixo Uyindawo Yethu Yokubalekela’

Zimbini iindlela abakhusela ngazo abakhonzi bakhe uThixo, kodwa enye yazo ibaluleke kakhulu.

ISAHLUKO 8

Amandla Okubuyisela—UYehova ‘Wenza Zonke Izinto Zibe Ntsha’

UYehova sele eyibuyisele indlela eyiyo yokumkhonza. Yintoni aza kuyibuyisela kwixesha elizayo?

ISAHLUKO 9

“Amandla KaThixo Abonakala . . . KuKristu”

Imimangaliso neemfundiso zikaYesu Kristu zibonisa ntoni ngoYehova?

ISAHLUKO 10

“Linganisani UThixo” Ekusebenziseni Kwenu Igunya

Kusenokwenzeka ukuba unamandla amaninzi kunokuba ucinga. Ungawasebenzisa kakuhle njani?