Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

ICANDELO 2

“UYehova Uthanda Ubulungisa”

“UYehova Uthanda Ubulungisa”

Ukungabikho kobulungisa kuxhaphakile kwihlabathi lanamhlanje, yaye ubukhulu becala kugxekwa uThixo ngokungafanelekanga. Ukanti, iBhayibhile ifundisa inyaniso echukumis’ intliziyo—yokuba “uYehova uthanda ubulungisa.” (INdumiso 37:28) Kweli candelo siza kufunda ngendlela awangqine eyinyaniso ngayo loo mazwi, nto leyo enik’ ithemba ebantwini.

KWELI CANDELO

ISAHLUKO 11

“Zonke Iindlela Zakhe Zezobulungisa”

Kutheni ubulungisa bukaYehova iluphawu oluthandekayo?

ISAHLUKO 12

“Ngaba UThixo Akanabulungisa?”

Ukuba uYehova uyakwenyanya ukungabikho kobulungisa, kutheni kugcwele ke emhlabeni?

ISAHLUKO 13

“Umthetho KaYehova Awunasiphako”

Inkqubo yezomthetho ingenza njani kubekho uthando?

ISAHLUKO 14

UYehova Ulungiselele “Intlawulelo Ngenxa Yabaninzi”

Imfundiso elula kodwa ebaluleke kakhulu ingakunceda usondele kuThixo.

ISAHLUKO 15

UYesu ‘Umisela Ubulungisa Emhlabeni’

UYesu wenza njani kwabakho ubulungisa ngaphambili? Wenza njani ngoku? Uza kubumisela njani ubulungisa kwixesha elizayo?

ISAHLUKO 16

Yenza “Ngobulungisa” Ekuhambeni NoThixo

Ubulungisa bubandakanya indlela esikubona ngayo okulungileyo nokubi nendlela esibaphatha ngayo abanye.