Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Intshayelelo

Intshayelelo

Ngaba izinto eziphilayo zadalwa okanye ngaba wena wasuka wakho nje ngamabona-ndenzile? Imbalwa imibuzo ephixanisa ingqondo njengalo. Kodwa, kubaluleke gqitha ukufumana impendulo yawo. Kule ncwadana inemifanekiso kuza kuxutyushwa ngemibuzo efana nale:

  • Ngaba umhlaba wayilwa ukuze ube nezinto eziphilayo?

  • Sifunda ntoni kubungqina obubonisa ukuba indalo yayilwa?

  • Ngaba imfundiso yokuba izinto zazivelela isekelwe kwizibakala ezibambekayo?

  • Ngaba inzululwazi iyaphikisana nengxelo yeBhayibhile yokuba izinto zadalwa?

  • Kutheni ibalulekile nje into oyikholelwayo?