Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ingoma 139

Zifundise Ukuhlala Ziqinile

Zifundise Ukuhlala Ziqinile

(Mateyu 28:19, 20)

  1. Kumnandi ukunyamekela

    Izimvu zikaThixo.

    Siyazi uyasalathisa

    Njengoko sizalusa.

    (CHORUS)

    Bawo wethu siyacela,

    Yiba nazo ntsuku zonke.

    Egameni likaYesu: Zifundise

    Ukuhlala ziqinile.

  2. Mihla le siyaz’thandazela,

    Njengoko zivavanywa.

    Sihlala sizinyamekela

    Ukuze zomelele.

    (CHORUS)

    Bawo wethu siyacela,

    Yiba nazo ntsuku zonke.

    Egameni likaYesu: Zifundise

    Ukuhlala ziqinile.

  3. Ngamana zingakukholisa,

    Zihlale zinokholo.

    Zincede ziluphumelele

    Ugqatso lokomoya.

    (CHORUS)

    Bawo wethu siyacela,

    Yiba nazo ntsuku zonke.

    Egameni likaYesu: Zifundise

    Ukuhlala ziqinile.