Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 27

Oonyana BakaThixo Baza Kutyhilwa

Oonyana BakaThixo Baza Kutyhilwa

(Roma 8:19)

  1. 1. Kusondele ukutyhilwa

    Kwabakhethiweyo.

    Baza kulaw’la noKristu

    Besemazulwini.

    (CHORUS)

    UThixo uza kutyhila

    Oonyana noKristu.

    Boyise bekunye naye,

    Bazuze umvuzo.

  2. 2. Intsalela eseleyo

    Uza kuyibiza.

    UKumkani wooKumkani

    Uza kuyithatha.

    (CHORUS)

    UThixo uza kutyhila

    Oonyana noKristu.

    Boyise bekunye naye,

    Bazuze umvuzo.

    (BRIDGE)

    3. OoNyana kunye noKristu

    Baza kulw’ imfazwe.

    Umtshato wabo neMvana

    Uza kuqhubeka.

    (CHORUS)

    UThixo uza kutyhila

    Oonyana noKristu.

    Boyise bekunye naye,

    Bazuze umvuzo.