INGOMA 35
‘Qiniseka Ngezinto Ezibaluleke Ngakumbi’
-
1. Kubalulekile ukuqiniseka
Ngezona zinto
Zibaluleke ngakumbi ebomini,
Size sizenze!
(CHORUS)
Thand’ okuhle, Thiy’ okubi
Vuyis’ uYa,
Yenza ezona zinto
Zibalulekileyo
Wofumana iintsikelelo!
-
2. Yinton’ enye ebaluleke ngakumbi?
Kukufundisa
Ngenyaniso, sincede abanye bazi
NgoBukumkani.
(CHORUS)
Thand’ okuhle, Thiy’ okubi
Vuyis’ uYa,
Yenza ezona zinto
Zibalulekileyo
Wofumana iintsikelelo!
-
3. Izinto ezibaluleke ngakumbi,
ziyanelisa.
Uxolo lukaYa luyazilinda
Iintliziyo zethu.
(CHORUS)
Thand’ okuhle, Thiy’ okubi
Vuyis’ uYa,
Yenza ezona zinto
Zibalulekileyo
Wofumana iintsikelelo!
(Funda nezi: INdu. 97:10; Yoh 21:15-17; Fil. 4:7.)