Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 67

‘Shumayela ILizwi’

‘Shumayela ILizwi’

(2 Timoti 4:2)

  1. 1. UThixo usiyalele

    Ukuba sixelele abanye

    Ngalo ithemba esinalo.

    Ke ngoko thobela umyalelo.

    (CHORUS)

    Shumayela!

    Baxelele ngehlombe

    ILizwi.

    Bonk’ abantu mabazi

    NgeLizwi.

    Bancedeni baqonde

    ILizwi,

    Bonk’ abantu!

  2. 2. Maxa wambi koba nzima,

    Sisenokuhlaziswa sichaswe.

    Kodwa xa siva ubunzima,

    UThixo wethu uyosixhasa.

    (CHORUS)

    Shumayela!

    Baxelele ngehlombe

    ILizwi.

    Bonk’ abantu mabazi

    NgeLizwi.

    Bancedeni baqonde

    ILizwi,

    Bonk’ abantu!

  3. 3. Masishumayele rhoqo,

    Sifundise abanye ngoThixo.

    Masibabonise indlela,

    Ze sibancede bazukis’ uYa.

    (CHORUS)

    Shumayela!

    Baxelele ngehlombe

    ILizwi.

    Bonk’ abantu mabazi

    NgeLizwi.

    Bancedeni baqonde

    ILizwi,

    Bonk’ abantu!