Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 80

‘Ziboneleni Nizivele Ukuba UYehova Ulungile’

‘Ziboneleni Nizivele Ukuba UYehova Ulungile’

(INdumiso 34:8)

  1. 1. Siyayithanda intsimi,

    Siyazimisela kuyo.

    Sishumayela kubantu bonke,

    Sibafundisa ngoThixo.

    (CHORUS)

    Uyasimema uYehova

    Esithi ngeZwi lakhe:

    ‘Ziboneleni nizivele

    Ukuba ndilungile.’

  2. 2. Basikelelwe kakhulu

    Abo bazinikeleyo,

    Abakwinkonzo yokuzincama

    Yexesha elizeleyo.

    (CHORUS)

    Uyasimema uYehova

    Esithi ngeZwi lakhe:

    ‘Ziboneleni nizivele

    Ukuba ndilungile.’