Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 85

Yamkelanani

Yamkelanani

(Roma 15:7)

  1. 1. UThixo wethu usimemile

    Ukuze sifundiswe nguye.

    Usebenzisa iLizwi lakhe.

    Ngoko masamkele imfundiso yakhe.

  2. 2. Siyambulela uThixo wethu

    Ngokusinika abadala

    Abasamkela ngomoya omhle.

    Yaye samkela nonke enizileyo.

  3. 3. UYa umema bonke abantu

    Bafunde inyaniso ngaye.

    Nguye osimemileyo apha.

    Ngoko ke masamkelaneni ngothando.