Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 89

Mamela, Uthobele Uze Usikelelwe

Mamela, Uthobele Uze Usikelelwe

(Luka 11:28)

  1. 1. Xa uKristu ethetha, mas’mamele.

    Usibonis’ indlela yobomi.

    Imfundiso kaKristu iyanceda,

    Yithobele ukuze uphile.

    (CHORUS)

    Mamela, uthobele

    Xa uThixo ethetha

    Ukuze ufumane umvuzo,

    Mamela, uthobele.

  2. 2. Masithobel’ uKristu maxa onke.

    Sofumana umvuzo wobomi.

    Somelana neengxaki zobu bomi,

    Yaye siza kusikeleleka.

    (CHORUS)

    Mamela, uthobele

    Xa uThixo ethetha

    Ukuze ufumane umvuzo,

    Mamela, uthobele.

  3. 3. Njengemithi ekhula emanzini,

    Siya kuba nes’qhamo esihle,

    Ukuba nje simamela uThixo,

    Sithobele imithetho yakhe.

    (CHORUS)

    Mamela, uthobele

    Xa uThixo ethetha

    Ukuze ufumane umvuzo,

    Mamela, uthobele.