Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 97

Siphiliswa Lilizwi LikaThixo

Siphiliswa Lilizwi LikaThixo

(Mateyu 4:4)

  1. 1. Siphiliswa kukufunda,

    ILizwi likaYa.

    Liyasondla njengokutya,

    Ukuze siphile.

    Siseluxolweni ngoku,

    Yaye sinethemba.

    (CHORUS)

    Liyasondla njengokutya,

    Ukuze siphile.

    Konke esikudingayo,

    Sik’ fumana kulo.

  2. 2. KwiLizwi likaYehova

    Kuthethwa ngabantu

    Ababemthanda uThixo,

    Nababengagungqi.

    Ukunyamezela kwabo

    Kuyasikhuthaza.

    (CHORUS)

    Liyasondla njengokutya,

    Ukuze siphile.

    Konke esikudingayo,

    Sik’ fumana kulo.

  3. 3. Ukufunda iZibhalo,

    Kuyas’ thuthuzela.

    Kwiimvavanyo zale mihla,

    Siba zizilumko.

    Masiyenze yonke into

    Esiyifundayo.

    (CHORUS)

    Liyasondla njengokutya,

    Ukuze siphile.

    Konke esikudingayo,

    Sik’ fumana kulo.