Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 147

Sithenjiswe Ubomi Obungunaphakade

Sithenjiswe Ubomi Obungunaphakade

(INdumiso 37:29)

  1. 1. Abo bathobekileyo

    Bathenjiswa ubomi.

    Baza kuphila kumhlaba

    Oyiparadesi.

    (CHORUS)

    UThix’ oluthando

    Usithembisile.

    Ngoko sizophila,

    Ngonaphakade.

  2. 2. Eparadesi kophila

    Abafezekileyo.

    Bonke bethobel’ uThixo,

    Yaye benoxolo.

    (CHORUS)

    UThix’ oluthando

    Usithembisile.

    Ngoko sizophila,

    Ngonaphakade.

  3. 3. Kuza kubakho uvuko,

    Kupheliswe usizi.

    Abantu boba nothando,

    Zisulw’ iinyembezi.

    (CHORUS)

    UThix’ oluthando

    Usithembisile.

    Ngoko sizophila,

    Ngonaphakade.