Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IBHOKISI YOKUFUNDISA 7A

Iintlanga Ezazihlala Kufuphi NeYerusalem

c. 650-300 B.C.E.

Iintlanga Ezazihlala Kufuphi NeYerusalem

IMINYAKA (YONKE NGU-B.C.E.)

  1. 620: IBhabhiloni iqalisa ukulawula iYerusalem

    UNebhukadenetsare wenza ukumkani waseYerusalem alawule phantsi kwakhe

  2. 617: IBhabhiloni ithimba abantu baseYerusalem

    Ithimba abalawuli, amajoni anamandla nabakhi abanobuchule

  3. 607: IBhabhiloni itshabalalisa iYerusalem

    Itshisa isixeko kunye netempile yaso

  4. Emva ko-607: ITire eselunxwemeni

    UNebhukadenetsare urhangqa iTire iminyaka eyi-13. Uyayitshabalalisa kuze kushiyeke le isisiqithi.

  5. 602: Ama-Amoni namaMowabhi

    UNebhukadenetsare uhlasela ama-Amoni namaMowabhi

  6. 588: IBhabhiloni yoyisa iYiputa

    Kunyaka we-37 elawula, uNebhukadenetsare uhlasela iYiputa

  7. 332: ITire esisiqithi

    Umkhosi wamaGrike, ophantsi kuka-Aleksandire Omkhulu, utshabalalisa isiqithi saseTire

  8. 332 okanye ngaphambi koko: AmaFilisti

    UAleksandire woyisa iGaza, isixeko esilikomkhulu lamaFilisti

Iindawo ezikwimaphu

  • GRISI

  • ULWANDLE OLUKHULU

  • (ULWANDLE LWEMEDITERA)

  • TIRE

  • Sidon

  • Tire

  • Samariya

  • Yerusalem

  • Gaza

  • FILISTI

  • YIPUTA

  • BHABHILONI

  • AMONI

  • MOWABHI

  • EDOM