Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IBHOKISI YOKUFUNDISA 8B

Iziprofeto Ezithathu Ezithetha NgoMesiya

1. “Lowo Unelungelo Elisemthethweni” (Hezekile 21:​25-27)

IXESHA EZILINIKIWEYO IINTLANGA (607 B.C.E.–1914 C.E.)

  1. 607 B.C.E.​—UZedekiya wayekiswa ukuba ngukumkani

  2. 1914 C.E.​—UYesu ‘onelungelo elisemthethweni’ lokulawula njengoMesiya, wabekwa njengoKumkani waza waba nguMalusi onguMlawuli

Buyela kwisahluko 8, isiqendu 12-15

2. ‘Umkhonzi Wam Uza Kuzondla Aze Abe Ngumalusi Wazo’ (Hezekile 34:22-24)

IMIHLA YOKUGQIBELA (1914 C.E.–EMVA KWEARMAGEDON)

  1. 1914 C.E.​—UYesu ‘onelungelo elisemthethweni’ lokulawula njengoMesiya, wabekwa njengoKumkani waza waba nguMalusi onguMlawuli

  2. 1919 C.E.​—Kwamiselwa ikhoboka elithembekileyo neliyingqondi ukuba laluse izimvu zikaThixo

    Abathanjiswa abathembekileyo bamanyaniswa nguKumkani onguMesiya; emva koko bamanyana nesihlwele esikhulu

  3. EMVA KWEARMAGEDON​—Iintsikelelo eziza kuziswa lulawulo lwalo Kumkani ziza kuhlala ngonaphakade

Buyela kwisahluko 8, isiqendu 18-22

3. ‘Baza Kulawulwa NguKumkani Omnye Bonke’ Ngonaphakade (Hezekile 37:22, 24-28)