Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UbuHlobo

UbuHlobo

Ngoobani abona bahlobo babalulekileyo anokuba nabo umntu?

Nd 25:14; Yoh 15:13-15; Yak 2:23

Jonga neMi 3:32

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • Gen 5:22-24—UEnoki uba ngumhlobo osondeleyo kaThixo

    • Gen 6:9—Njengokhokho wakhe uEnoki, uNowa uhamba noThixo

Kutheni sibadinga abahlobo abalungileyo?

IMi 13:20; 17:17; 18:24; 27:17

Jonga neMi 18:1

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • Rut 1:16, 17—URute uyaziveza ukuba ungumhlobo kaNahomi oza kuhlala ethe nca kuye

    • 1Sa 18:1; 19:2, 4—UYonatan noDavide baba ngabahlobo abasondeleleneyo

    • 2Ku 2:2, 4, 6—UElisha ubonisa uthando olungagungqiyo kumcebisi wakhe, umprofeti uEliya

Kutheni kufuneka sisoloko sinxulumana nabanye abakhonzi bakaYehova?

Singabafumana njani abahlobo abalungileyo, futhi thina singangabo njani?

Zeziphi ezinye iingozi zokunxulumana kakhulu nabantu abangamthandiyo uYehova?

IMi 13:20; 1Ko 15:33; Efe 5:6-9

Jonga no-1Pe 4:3-5; 1Yo 2:15-17

Jonga nomxholo othi “UbuHlobo Nehlabathi

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • Gen 34:1, 2—UDina utshomana nabantu abangalunganga, ekugqibeleni wehlelwa yinto ebuhlungu kakhulu

    • 2Kr 18:1-3; 19:1, 2—UYehova uyamgxeka uKumkani uYehoshafati olungileyo ngokwenza ubuhlobo noKumkani uAhabhi owenza izinto ezimbi

Ngaba kufuneka sikuphephe ngandlela zonke ukudibana nabantu abangamkhonziyo uYehova uThixo?

Kutheni kurongo ukutshata nomntu ongengomkhonzi kaYehova ozinikeleyo nobhaptiziweyo?

Jonga umxholo othi “UmTshato

Kutheni kufuneka sikuphephe ukunxulumana nabantu abakhutshelwe ngaphandle kwebandla lamaKristu?