Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UkwaNeliseka

UkwaNeliseka

IMi 30:8, 9; 1Ti 6:6-8; Heb 13:5

Jonga noMat 6:11, 19-21, 24-33; IZe 20:35; Fil 4:11-13

  • Umzekelo oseBhayibhileni onokunceda:

    • 1Ku 17:8-16—UYehova akamniki izinto ezininzi umhlolokazi waseTsarefathi, umnika nje ukutya okulingeneyo usuku nosuku. Lo mmangaliso unokusifundisa into ngokwaneliseka