Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UkuPhoxeka

UkuPhoxeka

Ukuphoxeka ngenxa yokuphoxwa ngabanye abantu, ukuviswa ubuhlungu, okanye ukujikelwa

Nd 55:12-14; Luk 22:21, 48

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • 1Sa 8:1-6—Umprofeti uSamuweli ubuhlungu futhi uphoxekile xa amaSirayeli enyanzelisa ukuba noKumkani

    • 1Sa 20:30-34—UYonatan ubuhlungu futhi uhlazekile xa uKumkani uSawule, ongutata wakhe, esiba nomsindo kuye

  • Izibhalo ezithuthuzelayo:

  • Imizekelo eseBhayibhileni ethuthuzelayo:

    • Nd 55:12-14, 16-18, 22—Nangona ejikelwe ngumhlobo wakhe osondeleyo uAhitofele, uKumkani uDavide ulahlela umthwalo wakhe kuYehova aze athuthuzeleke

    • 2Ti 4:16-18—Abantu abamhoyi umpostile uPawulos xa esesilingweni, kodwa ufumana amandla kuYehova nakwithemba amnika lona

Ukuphoxeka ngenxa yobuthathaka bethu nezono zethu

Yob 14:4; Rom 3:23; 5:12

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • Nd 51:1-5—UKumkani uDavide ubuhlungu kakhulu ngexa yendlela amone ngayo uYehova

    • Rom 7:19-24—Umpostile uPawulos ulusizi ngenxa yokulwa nesono

  • Izibhalo ezithuthuzelayo:

  • Imizekelo eseBhayibhileni ethuthuzelayo:

    • 1Ku 9:2-5—Nangona uKumkani uDavide enze izono ezinzulu, uYehova umkhumbula eyindoda ethembekileyo

    • 1Ti 1:12-16—Nangona umpostile uPawulos wenza izono ezinzulu ngaphambili, uqinisekile ukuba uza kwenzelwa inceba