Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UkuKhutshelwa Ngaphandle

UkuKhutshelwa Ngaphandle

Kutheni abadala abangamaKristu befanele bahlale bekugadile ukugcina ibandla licocekile?

Indlela aziphethe ngayo umKristu inokulichaphazela njani ibandla?

1Ko 5:1, 2, 5, 6

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • Yos 7:1, 4-14, 20-26—Isono sika-Akan, ancediswe yintsapho yakhe kuso, sifaka uhlanga lonke engxakini

    • Yon 1:1-16—Ukungathobeli kukaYona kubeka ubomi babanye abantu akhwele nabo isikhephe engozini

Kokuphi ukuziphatha okungamkelekanga ebandleni lamaKristu?

Yintoni emele yenziwe kumaKristu abhaptiziweyo aqhubeka esenza isono esinzulu?

Yeyiphi inkcazelo abamele bayifumane abalusi abamiselweyo ngaphambi kokuba benze isigqibo xa bechophele ityala?

Abadala abaza kuba yikomiti benza njani ukuze baqiniseke ukuba kwenziwe isono esinzulu?

Kutheni kuye kufuneke ukuba abanye bakhutshelwe ngaphandle okanye balulekwe yikomiti egwebayo, futhi loo nto inokulinceda njani ibandla?

IBhayibhile ithi sifanele sibaphathe njani abantu abakhutshelwe ngaphandle?

Yintoni enokwenzeka ukuba umntu okhutshelwe ngaphandle uyaguquka?

2Ko 2:6, 7

Jonga nomxholo othi “UkuGuquka

Singancedisa njani sonke ekugcineni ibandla licocekile?

Kutheni kunokuba yimpazamo ukuba umKristu owenze isono esinzulu asifihle, mhlawumbi ngenxa yokoyika ukukhutshelwa ngaphandle?

Kutheni kunokuba bubulumko ukuba kwezinye iimeko singanxulumani kakhulu nomntu ongakhutshelwanga ngaphandle?

Ukuba umKristu kungcoliswe igama lakhe okanye wenzelwe ubuqhetseba, yintoni anokukhetha ukuyenza, futhi ngoba?

Kutheni amaKristu aqolileyo efanele azame ukunceda abo benza ngendlela engebobulumko?