Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UkOyika

UkOyika

Ukungcangcazela kukoyika; ukubethelwa luvalo

Dut 20:8; ABa 7:3; IMi 29:25

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • Eks 32:1-4, 21-24—UAron wenza ithole legolide kuba esoyika into abanokuyenza abantu kuye

    • Mar 14:50, 66-72—Ngenxa yokoyika abantu, bonke abapostile bakaYesu bayabaleka bamshiye apho, ethubeni uPetros uphika kwaukuba uyamazi

  • Izibhalo ezithuthuzelayo:

  • Imizekelo eseBhayibhileni ethuthuzelayo:

    • 2Kr 20:1-17, 22-24—UKumkani uYehoshafati nabantu bakaThixo boyika umkhosi omkhulu nonamandla, kodwa uYehova uyabakhuthaza abakhonzi Bakhe aze abasindise

    • Luk 12:4-12—UYesu ufundisa abalandeli bakhe isizathu sokuba bengafanelanga boyike abantu okanye babe nexhala lendlela abaza kuzithethelela ngayo phambi kwabasemagunyeni