Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UkuKhululeka

UkuKhululeka

Ngubani ekunguye yedwa onenkululeko engenamda ngaphezu kwendalo yonke?

Isa 40:13, 15; Rom 9:20, 21

Jonga namaRom 11:33-36

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • Dan 4:29-35—UKumkani uNebhukadenetsare ufunda into yokuba uYehova ngoyena Kumkani unamandla futhi akukho mntu unokumxelela into amakayenze

    • Isa 45:6-12—UYehova ucacisa isizathu sokuba kungekho ndalo yakhe inokumphendulisa

Nangona enenkululeko engenamda, zeziphi ezinye izinto uYehova akhetha ukungaze azenze?

Kutheni eyethu inkululeko inemida?

Kutheni amaKristu efanele angayisebenzisi inkululeko yawo ngamanye amaxesha ngenxa yabanye abantu?

Kutheni kunokuthiwa abakhonzi bakaYehova banenkululeko?

Kutheni ubomi bokukhonza uThixo ibubomi obonwabisayo?

Nd 40:8

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • Gen 18:3; Heb 11:8-10—UAbraham, umkhonzi kaYehova, uphila enethemba

    • Heb 11:24-26—Ukukhonza uYehova kwenza umprofeti uMoses onwabe, abe nenkululeko, futhi abe nethemba ngekamva

Yintoni asikhulula kuyo uYehova?

Kutheni sifanele siyisebenzise kakuhle inkululeko esinayo thina maKristu?

Kunini apho, ngenxa yothando, umKristu asenokukhetha ukungayisebenzisi inkululeko yakhe?

Umyalezo esiwushumayelayo ubakhulula njani abantu?

IBhayibhile ithembisa ukuba siza kufumana inkululeko enjani kwixesha elizayo?

Xa abantu besenza nantoni na abayithandayo baba ngamakhoboka njani?

Yintoni ebonisa ukuba bonke abantu bayalingana kuThixo?