Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IsiQhamo Somoya KaThixo

IsiQhamo Somoya KaThixo

Yintoni isiqhamo somoya kaYehova, futhi kutheni kufuneka sithobeke ukuba sifuna ukufumana umoya oyingcwele?

Gal 5:22, 23; Yak 4:6

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • Nd 143:1, 4-11—UKumkani uDavide, usezinkathazweni, ucingisisa ngemisebenzi kaYehova futhi uthandazela umoya oyingcwele

    • Luk 11:9-13—UYesu wenza umzekeliso osikhumbuza indlela uYehova afuna ngayo ukunika abantu abamcelayo umoya oyingcwele