Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UkuPha

UkuPha

IMi 11:25; IZe 20:35; 2Ko 9:11

Jonga neMi 19:17; Mat 10:8; Luk 6:38

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • 1Kr 22:6-16—Nangona uKumkani uDavide engavunyelwa ukwakha itempile ebenethemba lokuyakha, ukhupha yonke into anokukwazi ukunikela ngayo ukuze yakhiwe

    • 1Ku 17:8-16—Umhlolokazi waseTsarefathi upha umprofeti uEliya intwana yokutya kokugqibela abanako yena nonyana wakhe