Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UkuNyaniseka

UkuNyaniseka

Dut 25:13-16; 2Ko 8:21; Efe 4:25; Heb 13:18

Jonga noYob 6:25; IMi 3:32; 6:16-19; 2Ko 6:3, 4, 7, 8

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • Nd 15:1-5—UYehova uchaza abantu abanokuba ngabahlobo bakhe, futhi enye yezinto ezifunekayo ukuze umntu abe ngumhlobo wakhe kukunyaniseka

    • IZe 5:1-10—UAnaniyas noSafira bayohlwaywa ngenxa yokunganyaniseki