Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UkuNgabi Namkhethe

UkuNgabi Namkhethe

IMi 28:21; Rom 2:11; Yak 3:17

Jonga neLev 19:15; 2Kr 19:6, 7; 1Pe 1:17

  • Umzekelo oseBhayibhileni onokunceda:

    • 1Sa 16:4-13—UYehova uyalela umprofeti uSamuweli ukuba makangagwebi abantu ngenxa yendlela ababonakala ngayo xa ethambisa ukumkani wakwaSirayeli olandelayo