Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UVuyo

UVuyo

Yintoni ebonisa ukuba uYehova uyavuya?

Zeziphi izizathu esinazo zokuba sivuye?

Nd 100:2; INt 8:15; Isa 65:14, 18; Fil 4:1, 4

Jonga neNd 64:10; Isa 61:10; Mat 5:11, 12

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • Nd 16:7-9, 11—Umdumisi uDavide kumvuyisa kakhulu ukusondelelana noYehova

    • Heb 12:1-3—Umpostile uPawulos ucacisa ukuba, njengoYesu, nathi singakwazi ukuvuya nangamaxesha anzima kuba sinethemba