Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UkuXoka

UkuXoka

UYehova uziva njani ngabantu abangazigciniyo izithembiso zabo?

Rom 1:31, 32

Jonga neNd 15:4; Mat 5:37

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • Eks 9:27, 28, 34, 35—UFaro uyavuma ukubakhulula abantu bakaThixo; kodwa emva koko uyasophula eso sithembiso

    • Hez 17:11-15, 19, 20 —UYehova uyamohlwaya uKumkani uZedekiya ngokophula isifungo nesivumelwano asenze nokumkani waseBhabhiloni

    • IZe 5:1-10—UAnaniyas noSafira bayaxoka, besenza ngathi banikele ngayo yonke imali abathengise ngayo

UYehova uziva njani ngabantu abangcolisa amagama abanye?

Nd 15:1-3; IMi 6:16-19; 16:28; Kol 3:9

Jonga neMi 11:13; 1Ti 3:11

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • 2Sa 16:1-4; 19:24-30—Igama likaMefiboshete othembekileyo lingcoliswa sisicaka sakhe uTsibha

    • ISi 12:9, 10—UMtyholi, uMngcolisi Wamagama Abantu, usoloko etyhola abantu bakaThixo