Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UkuziGqatsa

UkuziGqatsa

IMi 11:2; 13:10; Gal 5:26; Fil 2:3

Jonga neMi 3:7; 21:24; 26:12; Rom 12:16

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • 2Sa 6:6, 7—U-Uza uyazikhukhumalisa futhi uzama ukuzinzisa iTyeya engcwele kaYehova; uyabethwa ngenxa yoko kungahloniphi nokungathobeli

    • 2Sa 15:1-6—UAbhisalom uyaqhayisa futhi uloba abantu ukuze bathande yena ngaphezu koKumkani uDavide, utata wakhe

    • 2Kr 26:16-21—UKumkani u-Uziya uyohlwaywa ngenxa yokuzikhukhumalisa engqondweni nangenxa yento ayenzayo

    • Dan 4:29-32—UKumkani uNebhukadenetsare unekratshi, elimenza ohlwaywe nguYehova