Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IKratshi

IKratshi

Ikratshi; impakamo

Nd 138:6; IMi 16:5, 18; Yak 4:6, 16

Jonga neMi 21:4

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • Est 5:9-14; 7:9, 10—UHaman uziva engabonelwa ntweni nguMordekayi ongavumiyo ukuqubuda kuye, futhi ekugqibeleni ikratshi likaHaman liyambulalisa

    • Hez 28:11-15, 17, 19—Ukumkani waseTire othembele ngobutyebi nangamandla akhe ungenwa kukuziphakamisa aze kamva atshatyalaliswe