Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UkuziHlaziya

UkuziHlaziya

Ngaba kufanelekile ukuba amaKristu azipholele futhi azonwabise?

INt 2:24; 3:12, 13; 4:6

  • Umzekelo oseBhayibhileni onokunceda:

    • Mar 6:31, 32—Nangona uYesu exakekile, ucebisa ukuba yena nabafundi bakhe bafumane indawo abanokuphumla kuyo

Yeyiphi imigaqo enokusinceda singavumeli ukuzihlaziya kuthathe ixesha lezinto zikaThixo?

Kutheni sifanele sihambele kude kwindlela yokuzonwabisa okanye yokuzihlaziya ekhuthaza ukuziphatha kakubi ngokwesondo?

Kutheni kufuneka siyiphephe indlela yokuzonwabisa ekhuthaza inkohlakalo okanye ukhuphiswano olugqithiseleyo?

Kutheni kufuneka siyiphephe indlela yokuzonwabisa ekhuthaza ubundlobongela?

AmaKristu angabona njani ukuba yeyiphi indlela yokuhlekisa efanelekileyo?

Kutheni sifanele sicingele izazela zabanye abantu xa sisenza izigqibo ezimalunga nokuzihlaziya nokuzonwabisa?