Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IMfazwe

IMfazwe

Kutheni sifanele silindele ukuba zibe ninzi iimfazwe kule mihla yethu?

Mat 24:3, 4, 7, 8

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • Dan 11:40—Umprofeti uDaniyeli ubona kwangaphambili ukuba amazwe amabini anamandla aza kulwa, okanye aza kuba ziintshaba, ngemihla yokugqibela

    • ISi 6:1-4—Umpostile uYohane ubona umbono wehashe elinombala ofana nowomlilo elimela imfazwe, futhi umntu okhwele kulo uvunyelwa ukuba “aphelise uxolo emhlabeni”

Yintoni aza kuyenza uYehova ngeemfazwe eziliwa ngabantu?

AmaKristu aba kweliphi icala xa kufikwa kwiimfazwe zamazwe?

UYehova uThixo noKumkani oliKroti ammiseleyo balwa imfazwe enjani?

Yeyiphi imfazwe ekukuphela kwayo ayilwayo amaKristu?

AmaKristu angakuphepha njani ukukhuthaza umoya wemfazwe, wokuxabana, okanye wokuziphindezela ebandleni?