Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho


Ingenzeka into yokuba uphile ubomi obumnandi ngonaphakade?

Ingenzeka into yokuba uphile ubomi obumnandi ngonaphakade?

Ungathi . . .

  • ewe?

  • hayi?

  • mhlawumbi?

ITHINI IBHAYIBHILE?

“Umhlaba uza kuba ngowamalungisa, ibe aza kuhlala kuwo ngonaphakade.”​INDUMISO 37:29.

INTO ETHETHWA YIBHAYIBHILE INGAKUNCEDA NJANI?

Ingakunceda wonwabe uze uhlale ngoxolo nentsapho nabahlobo bakho kwixesha elizayo.​YEREMIYA 29:11.

Ingakunceda uphile kamnandi ngoku nangonaphakade.​INDUMISO 22:26.

SINGAYITHEMBA INTO ETHETHWA YIBHAYIBHILE?

Ewe singayithemba. Ukuze ubone ukuba kutheni sinokuyithemba, sicela ufunde izifundo ezithathu ezikule ncwadana. Imixholo yazo ithi: