Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Unako Ukuba ngumhlobo KaThixo

Unako Ukuba ngumhlobo KaThixo

ABANYE ABANTU BATHI . . .

UThixo akanaxesha lethu, okanye uphakame kakhulu, ungcwele yaye asinakusondela kuye.

ITHINI YONA IBHAYIBHILE?

“Sondelani kuThixo, naye uya kusondela kuni.”​—Yakobi 4:8.

“Liphoseni kuye lonke ixhala lenu, kuba unikhathalele.”​—1 Petros 5:7.

SINOKUBA NGABO NJANI ABAHLOBO BAKATHIXO?