Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ziphephe Iindaba Ezingeyonyani

Ziphephe Iindaba Ezingeyonyani

Abantu babenokucinga ukuba izinto ezazithethwa nguElifazi zaziyinyani kuba wayemdala futhi enobulumko (Yob 4:1; it-1-E 713 ¶11)

Izinto awazithethayo kuYobhi ezityhafisayo zazibonisa ukuba usetyenziswa ziidemon (Yob 4:14-16; w05 9/15 26 ¶2)

Ezinye izinto uElifazi awazithethayo zaziyinyani kodwa wazisebenzisa ngendlela engachananga (Yob 4:19; w10 2/15 19 ¶5-6)

Ihlabathi likaSathana lisaqhubeka lisasaza ubuxoki obenzakalisayo.

KHAWUZIBUZE, ‘Ngaba ndithatha ixesha elaneleyo ukuze ndibone ukuba iindaba endizifundayo ziyinyani na?’​—mrt 32 ¶13-17.