Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Uthando LukaThixo Olungagungqiyo Luyasikhusela Kubuxoki BukaSathana

Uthando LukaThixo Olungagungqiyo Luyasikhusela Kubuxoki BukaSathana

USathana ufuna abantu bakholelwe ukuba nguYehova obangela izinto ezimbi zenzeke (Yob 8:4)

Ufuna sicinge ukuba uYehova akayikhathalelenga into yokuba siyalubonisa okanye asilubonisi ukholo Kuye (Yob 9:20-22; w15 7/1 12 ¶3)

Uthando lukaYehova olungagungqiyo lusinceda sibubone ubuxoki bukaSathana size siqhubeke sinyanisekile (Yob 10:12; Nd 32:7, 10; w21.11 6 ¶14)

KHAWUZAME LE NTO: Ukuze ukwazi ukumelana namaxesha anzima, cinga ngeendlela uYehova alubonakalisa ngayo uthando olungagungqiyo uze uzibhale phantsi, umane uzijonga qho.