Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Nceda Abantu Abangakholelwayo KuThixo Bamazi UMdali Wabo

Nceda Abantu Abangakholelwayo KuThixo Bamazi UMdali Wabo

Ngaba wakhe wazibamba awashumayela ebantwini abangakholelwayo kuThixo kuba ucinga ukuba abazukumamela? Ukuba kunjalo, khumbula ukuba abantu abaninzi abangakholelwayo kuThixo kuquka nabo bathi akekho baye bangamaNgqina kaYehova. Amaxesha amaninzi, eyona nto bebeyidinga kukuncedwa bafumane ubungqina bokuba uThixo ukhona.​—Rom 1:20; 10:14.

BUKELA IVIDIYO ETHI KHUMBULA UKUBA NABANTU ABANGENALO UKHOLO BANGANALO!​—ABANTU ABANGAKHOLWAYO, UZE UPHENDULE LO MBUZO ULANDELAYO:

Amava kaTommaso akuncede njani wabona indlela ekubaluleke ngayo ukushumayela kubantu abangakholelwayo kuThixo?