Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Imixholo YeeMboniselo NooVukani! Bango-2020

Imixholo YeeMboniselo NooVukani! Bango-2020

Kuboniswa apho lifumaneka khona inqaku

IMBONISELO EFUNDWAYO

AMABALI OBOMI

  • “Sikhona! Thumani Thina!” (J. and M. Bergame), Mat.

  • Ndenze Into Ebendimele Ndiyenze (D. Ridley), Jul.

  • Ukufunda Kwabanye Abantu Kwandinceda Ndasikelelwa, (L. Crépeault), Feb.

  • “UYehova Zange Andilibale” (M. Herman), Nov.

AMANGQINA KAYEHOVA

  • 1920​—Kwiminyaka Elikhulu Eyadlulayo, Okt.

  • Thobela Xa Amaxilongo Anamhlanje Ekhala, Juni

  • UYehova Uyabasikelela Abazalwana Noodade Ababuyela Kwilizwe Lakowabo, Nov.

AMANQAKU AFUNDWAYO

  • Bakhuthaze Uze Ubancede Oodade, Sept.

  • Baphathe NjengoYehova Abazalwana Noodade, Apr.

  • “Baza Kuvuswa Njani Abantu Abafileyo?” Dis.

  • Buthande Kakhulu Ubutyebi Obungabonakaliyo Obuphiwe NguYehova, Meyi

  • “Buyelani Kum,” Juni

  • “Hambani Niyokubenza Abafundi,” Jan.

  • Hlala Ubambelele Enyanisweni, Jul.

  • Hlonipha Wonke Umntu Ebandleni LikaYehova, Aga.

  • ‘Jonga Ngqo Phambili’ Kwixesha Elizayo, Nov.

  • Lisebenzise Kakuhle Eli Xesha Lenkululeko, Sept.

  • “Lo Moya Usenza Siqiniseke,” Jan.

  • “Lubaleke Kude Kube Sekugqibeleni Ugqatso,” Apr.

  • “Malingcwaliswe Igama Lakho,” Juni

  • “Ndinibiza Abahlobo Bam,” Apr.

  • “Ndinike Intliziyo Emanyeneyo Ukuze Iloyike Igama Lakho,” Juni

  • “Ndiza Kuzikhangela Ngokwam Iigusha Zam,” Juni

  • Ngaba Baza Kumkhonza Naxa Bebadala UThixo? Okt.

  • Ngaba Ukulungele Ukuba Ngumlobi Wabantu? Sept.

  • Ngaba Ukulungele Ukubhaptizwa? Mat.

  • Ngaba Ulindele “Isixeko Esineziseko Zokwenene”? Aga.

  • Ngaba Uyambulela UYehova Ngezinto Akuphe Zona? Meyi

  • Ngaba Uza Kuqhubeka Uvuya Xa Ulungiswa? Nov.

  • Ngubani “Ukumkani Wasemntla” Namhlanje? Meyi

  • Qiniseka Ukuba Izinto Ozikholelwayo Ziyinyaniso, Jul.

  • Simele Sithethe Xa Kutheni? Mat.

  • Simthanda Nyhani UTata Wethu UYehova, Feb.

  • Singabanceda Njani Abantu Bazenze Izinto Esiziyalelwe NguKristu? Nov.

  • Siqinisekile Ukuba Luza Kubakho Uvuko! Dis.

  • Siza Kuhamba Nani, Jan.

  • Sukuzicingela Kakhulu, Jul.

  • Ubajonga Njani Abantu Abakwintsimi Yenu? Apr.

  • Ubalulekile Ebandleni LikaYehova! Aga.

  • Ubalulekile KuYehova UThixo Wakho! Jan.

  • “Ukumkani Wasemntla” Ngexesha Lesiphelo, Meyi

  • Umkhosi Ovela Ngasemntla Uyahlasela! Apr.

  • “Ungasiphumzi Isandla Sakho,” Sept.

  • Unokubathuthuzela Abanye, Jan.

  • Uvuko Lubonisa Ukuba UThixo Uyasithanda, Ulumkile Kwaye Unomonde, Aga.

  • UYehova Angakuthuthuzela, Feb.

  • UYehova NguTata Wethu Osithanda Nyhani, Feb.

  • UYehova Ubanika Amandla Abantu Abatyhafileyo, Dis.

  • UYehova Uyayalathisa Intlangano Yakhe, Okt.

  • Uza Kufuna Ukubhaptizwa Kuba Umthanda UYehova, Mat.

  • Thandanani Kakhulu, Mat.

  • Thobeka, Uzazi Izinto Ongenakuzenza, Aga.

  • “Xa Ndingenamandla Kuxa Kanye Ndinamandla,” Jul.

  • Yenza Kubekho Uxolo Ngokungabi Nomona, Feb.

  • Yibani Nesibindi—UYehova Uza Kuninceda, Nov.

  • “Yikhusele Into Oyiphathisiweyo,” Sept.

  • Yintoni Onokuyenza Ukuze Uncede Umntu Omfundelayo Ade Abhaptizwe—Inqaku Lokuqala, Okt.

  • Yintoni Onokuyenza Ukuze Uncede Umntu Omfundelayo Ade Abhaptizwe—Inqaku Lesibini, Okt.

  • Yintoni Onokuyenza Ukuze Uyeke Ukutyhafa? Dis.

IBHAYIBHILE

  • Izinto Zakudala Ezembiweyo Zibonisa Ukuba Wayekho uBheleshatsare? Feb.

IMIBUZO EVELA KUBAFUNDI

  • Ngaba ama-1 Korinte 15:29 athetha ukuba amaKristu ayebhaptizelwa abantu abaswelekileyo? Dis.

  • Ngaba iMizekeliso 24:16 ithetha ngomntu osoloko esenza isono? Dis.

  • Ngaba iNtshumayeli 5:8 ithetha ngabaphathi abangabantu okanye ithetha nangoYehova? Sept.

  • Ngaba “isiqhamo somoya” siphelele kwiimpawu ekuthethwa ngazo kumaGalati 5:22, 23? Juni

  • UYesu waqala nini ukuba nguMbingeleli Omkhulu? Ngaba ixesha esamiselwa ngokusemthethweni ngalo isivumelwano lahlukile kwixesha esaqala ngalo ukusebenza? Jul.

  • Yayingoobani amapolisa awayesetempileni yamaYuda? Ayesenza ntoni? Mat.

UBOMI NEEMPAWU ZAMAKRISTU

  • Ukululama—Kusinceda Njani? Meyi

  • Ukuzibamba—Kubalulekile Ukuze Sithandwe NguYehova, Juni

  • Wukhuthalele Umsebenzi Owunikiweyo! Dis.

UMXUBE

  • Ookumkani Ababini Abalwa Ngegunya Ngexesha Lesiphelo, Meyi

  • Ubungqina Obubonisa Ukuba AmaSirayeli Ayengamakhoboka EYiputa, Mat.

IMBONISELO KAWONKE-WONKE

  • Ungasikelelwa Ngonaphakade NguThixo Onothando, No. 3

  • Uyafuna Ukwazi Inyani? No. 1

  • Yintoni UBukumkani BukaThixo? No. 2

UVUKANI!

  • Kutheni Sisehlelwa Zizinto Ezibuhlungu? No. 2

  • Ngaba Umkhethe Ungaze Uphele? No. 3

  • Uyayazi Into Enokukunceda Xa Unestres? No. 1