Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ngaba Sisondele Isiphelo Sehlabathi?

Ngaba Sisondele Isiphelo Sehlabathi?

Nangona kudala abantu besithi ihlabathi liza kutshabalala kodwa loo nto ayikenzeki! Ngaba ke ukupheliswa kwehlabathi yintsomi okanye yinto eza kwenzeka nyhani?

ITHINI IBHAYIBHILE?

  • Uza kupheliswa njani umhlaba?

  • Uza kupheliswa nini?

  • Ngaba wena ungasinda?

  • Uza kuba njani umhlaba emva kokuba kutshatyalalisiwe?

Indlela iBhayibhile eyiphendula ngayo le mibuzo ikule Mboniselo iza kukumangalisa ize ikuthuthuzele.

AmaNgqina kaYehova angakuvuyela ukunceda ufunde ngakumbi ngenjongo kaThixo.