Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Imixholo YeeMboniselo NooVukani! Bango-2021

Imixholo YeeMboniselo NooVukani! Bango-2021

Kuboniswa apho lifumaneka khona inqaku

IMBONISELO EFUNDWAYO

IBHAYIBHILE

  • Yintoni ekwimibhalo yakudala ebonisa ukuba iBhayibhile ichanile? Jan.

UBOMI NEEMPAWU ZAMAKRISTU

  • Ngaba Usebenzisana Kakuhle Nabantu? Dis.

  • Sebenzela Ukuphinda Ube Ngumhlobo KaYehova, Okt.

AMANGQINA KAYEHOVA

  • 1921​—Kwiminyaka Elikhulu Eyadlulayo, Okt.

AMABALI OBOMI

  • “Ndifunde Izinto Ezininzi Kwabanye!” (L. Breine), Meyi

  • UYehova ‘Uyenze Yaphumelela Indlela Yam’ (S. Hardy), Feb.

  • Ndimkhonze Kamnandi UYehova (J. Kikot), Jul.

  • Ndandifuna Ukwazi Ukuba Ndiphilela Ntoni (M. Witholt), Nov.

  • “Ngoku Ndiyakuthanda Ukushumayela!” (V. Vicini), Apr.

  • Xa Ndiza Kwenza Isigqibo, Ndandicinga NgoYehova (D. Yazbek), Juni

  • Safunda Ukuba Siyenze Yonke Into UYehova Athi Masiyenze (K. Logan), Jan.

UMXUBE

  • Yonke Le Nto Yenziwe Luncumo! Feb.

  • Yaphelela Phi INineve Emva Kwemihla KaYona? Nov.

  • Ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile ngaba izikhephe zazisenziwa ngompapiri? Meyi

  • Ziintoni ababezirhafela abantu ngexesha likaYesu? Juni

IMIBUZO EVELA KUBAFUNDI

  • Ngaba amaNgqina KaYehova afanele akhangele abanatu afuna ukutshata nabo kwiiwebhsayithi? Jul.

  • Athetha ukuthini amazwi akwiLevitikus 19:16 athi, “ungazami ukuthatha ubomi” bomnye umntu? (Lev. 19:16), Dis.

  • Wayethetha ukuthini uPawulos xa wayesithi: “Ngenxa yomthetho, ndiye ndafa ndaza ndakhululeka emthethweni”? (Gal. 2:19), Juni

  • Kwakutheni ukuze uYesu athethe into eyathethwa nguDavide kwiNdumiso 22:1 kanye ngaphambi kokuba afe? Apr.

  • Kutheni amaKristu emele alumke xa esebenzisa iiwebhsayithi zokuncokola? Mat.

AMANQAKU AFUNDWAYO

  • Ngaba Uza Kumlinda UYehova? Aga.

  • Lonke Ibandla Linokuzinceda Izifundo Zibhaptizwe, Mat.

  • Sukukhuphisana Nabantu—Yenza Kubekho Uxolo, Jul.

  • Ngaba Nawe Uza Kunceda Abantu Babe Ngabafundi? Jul.

  • Ubalulekile Kwintsapho KaYehova, Aga.

  • Hlala Umbulela UYehova Nonyana Wakhe Owasihlawulelayo, Apr.

  • Qhubeka Ubonisa Uthando Olungagungqiyo Nakwabanye, Nov.

  • Ungayeki ‘Ukummamela,’ Dis.

  • Unganikezeli! Okt.

  • Ningabakhathazi ‘Aba Bancinci,’ Juni

  • Ungayeki Ukuthanda UYehova Namanye AmaKristu, Sept.

  • Vuyiswa Zizinto Okwaziyo Ukuzenzela UYehova, Aga.

  • ‘Zamani Ngandlela Zonke Ukumlandela,’ Apr.

  • Nceda Umntu Omfundelayo Abhaptizwe, Juni

  • Qiniseka Ukuba Uyifumene Inyaniso, Okt.

  • Luza Kuqina Kangakanani Ukholo Lwakho? Nov.

  • Ukufunda IBhayibhile Kunokukunceda Unyamezele, Mat.

  • Unokuhlala Uvuya Naxa Uneengxaki, Feb.

  • Nyamezela NjengoYehova, Jul.

  • “Ndiza Kuzingungqisa Zonke Iintlanga,” Sept.

  • UYehova Ukuthanda Kakhulu! Apr.

  • UYehova Uza Kusinika Amandla, Meyi

  • Indlela Asikhusela Ngayo UYehova, Mat.

  • Hlala Uzolile, Umthembe UYehova, Jan.

  • Bathanda Njengabantwana Bakamamakho Abazalwana Noodade, Jan.

  • Izinto Esizifunda Kumazwi Okugqibela KaYesu, Apr.

  • Izinto Esizifunda Kumfundi “Obethandwa Kakhulu NguYesu,” Jan.

  • Limamele Ilizwi Lomalusi, Dis.

  • Uthando Lusenza Sikwazi Ukunyamezela Xa Sicatshukelwa, Mat.

  • Ungaze Uphelelwe Ngumdla Wokuya Entsimini, Meyi

  • Nina Nisanda Kutshata—Ukusebenzela UYehova Makube Phambili Kubomi Benu, Nov.

  • Ayikho Into Enokwenza Umntu Othanda UYehova Ayeke Ukumkhonza, Meyi

  • Vuyela Izinto Okwaziyo Ukuzenza! Jul.

  • Qinisa Ukholo Lokuba Ukho UMdali, Aga.

  • “Ziveleni” Ukuba UYehova Ulungile, Aga.

  • Isihlwele Esikhulu Sezinye Izimvu Sizukisa UThixo NoKristu, Jan.

  • “Intloko Yomfazi Yindoda,” Feb.

  • “Intloko Yendoda NguKristu,” Feb.

  • Wathande Uwahloniphe AmaKristu Akhulileyo, Sept.

  • Abadala Balikhokela Njani Ibandla? Feb.

  • Ngaba Abalulekile Amandla Olutsha Kuwe? Sept.

  • Sikhonza UThixo “Onenceba Ngeyona Ndlela,” Okt.

  • Kuthetha Ukuthini Ukuthandwa NguYehova Ngokungagungqiyo? Nov.

  • Ubonakala Njani Umntu Oguquke Nyhani? Okt.

  • ILevitikus Isifundisa Ukuba Sibaphathe Njani Abantu? Dis.

  • Sinokwenza Ntoni Xa Umntu Wethu Eshiya UYehova? Sept.

  • Sukuvumela Nantoni Na Ikwenze Uyeke Ukulandela UYesu Meyi

  • UYehova Uza Kuhlala Enawe, Juni

  • Lumka Ungabanjiswa NguSathana, Juni

  • “Nimele Nibe Ngcwele,” Dis.

  • Izinto Abanokuzenza Abazalwana Abasebatsha Ukuze Bathenjwe, Mat.

IMBONISELO KAWONKE-WONKE

  • Ihlabathi Elibhetele Likufuphi, No. 2

  • Ikamva Eliqinisekileyo—Unokulifumana Njani? No. 3

  • Kunceda Ngantoni Ukuthandaza? No. 1

UVUKANI!

  • Ngaba Kufuneka Ukholelwe KuMdali?—Uthini Wena? No. 3

  • ITeknoloji—Ngaba Uyayilawula Okanye Iyakulawula? No. 2

  • Ubulumko Obuza Kukunceda Ebomini Uze Wonwabe, No. 1