Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

EBenin

ARTJB (Association religieuse des Témoins de Jéhovah du Bénin)

Route Inter-Etat Cotonou-Parakou

AB-CALAVI

BENIN

+229 21-36-01-14

+229 97-97-95-33

+229 97-97-95-34

+229 21-36-04-57 (Fax)

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-10:45 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-3:45 p.m.

Kuthabatha imizuzu engama-45

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngesiBariba, isiFon, isiGun, isiJula, isiKabiye, isiMoore, nesiZarma. Kuthunyelwa iimpapasho kumabandla angaphezu kwama-500 nakumaqela aseBenin, aseBurkina Faso, aseNiger, naseTogo.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.