Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

EUganda

808 Lubowa Estate Road

Lubowa

KAMPALA

UGANDA

+256 41-4-201-194

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha imizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngeelwimi ezisibhozo zasekuhlaleni: isiAcholi, isiAteso, isiLhukonzo, isiLuganda, isiLugbara, isiMadi, isiRunyankore, nesiRutoro.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.