Yiya kwinkcazelo

Ekhohlo ukuya ekunene: UMzalwana uVladimir Bukin, uMikhail Burkov, uValeriy Slashchev, noSergey Yuferov

JANUWARI 26, 2022
ERASHIYA

Ukunceda Abanye Nokuthemba UYehova Kunceda Abazalwana BaseTynda Banyamezela

Ukunceda Abanye Nokuthemba UYehova Kunceda Abazalwana BaseTynda Banyamezela

INkundla yaseTyndinskiy kwiNgingqi yaseAmur iza kwenza isigqibo ngetyala likaMzalwana uVladimir Bukin, uMikhail Burkov, uValeriy Slashchev, noSergey Yuferov. Umtshutshisi akakagqibi ukuba baza kufumana isigwebo esinjani.

Ixesha

  1. Novemba 17, 2019

    Amagosa asemthethweni aye agqogqa amakhaya eentsapho zamaNgqina kaYehova ayi-8 kuquka nawabazalwana abayi-4

  2. Novemba 18, 2019

    Abaphandi baye batyhola abazalwana ngokuba kwinkonzo eyingozi. Zange bavunyelwe ukuba bahambe kuloo ndawo babegcinwe kuyo

  3. Julayi 26, 2021

    Ityala liyaqala

Ingxelo

Siqinisekile ukuba uYehova uzoqhubeka ‘ebonisa uthando olingagungqiyo’ kubo bonke abazalwana nakubo bonke abo bakhonza ngokuthembeka.—Genesis 39:21.