Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IWEBHSAYITHI ETHI JW.ORG/XH

Thumela Ilinki Eza Kusa Umntu Kwinqaku, Ividiyo Okanye Uncwadi

Thumela Ilinki Eza Kusa Umntu Kwinqaku, Ividiyo Okanye Uncwadi

Ukuze uthumelele umntu ilinki eza kumsa kwinqaku, ividiyo okanye uncwadi kujw.org/xh yiya kwindawo ethi Yithumele.

  • Ukuze uthumelele umntu ilinki eza kumsa kulo naliphi na inqaku okanye ividiyo, cofa indawo ethi Yithumele ezantsi kwenqaku okanye ividiyo.

  • Ukuze uthumelele umntu ilinki eza kumsa kuncwadi, cofa uphawu lokuyithumela oluvela kunye neendlela onokuludawulowuda ngazo uncwadi.

Emva kokuba ucofe indawo ethi Yithumele kuvela izinto ezimbini:

  • Ilinki yale nto uyithumelayo. Yikope le linki uze uyikhuphele kwie-mail okanye kumyalezo.

  • Ilinki ethi Yithumele nge-email. Cofa le linki ukuze uvule iakhawunti ye-e-mail. Kwindawo echaza ukuba ie-mail ithetha ngantoni kuza kube kukho umxholo wenqaku okanye uncwadi. Kwindawo yomyalezo kuza kube kukho ilinki yenqaku okanye uncwadi ofuna ukuluthumela. (Phawula: Kusenokufuneka ukhethe ie-mail ofuna ukuyisebenzisa.)